Uncategorised

UyayazI iDuepoint?

Ingundaba mlonyeni iDuepoint xana ungeka yijoyini inoba ulindeni ntoyakuthi 

Kubi ngoku emzansi afrika thatha nali ithuba ungenelele ngoku Khawleza 

Ngexabiso eli phantsi elingange R279.00 nje kuphela rhoqo ngenyanga ube wena uzuza okungaphezulu ngenxaye nje uba uxhumanisa abantu ngale nyewe izisa amathuba wophuhlisa intswela ngqeesho nokwenyusa apho ufumana khona wongeze xana ungumntu oziphangelelayo 

Umahluko weDuePoint.

I-DuePoint iyaluqonda uxinzelelo olukhethekileyo kunye neemfuno zemali ezijongene neentsapho zaseMzantsi Afrika namhlanje. Umgaqo wethu osisiseko kukuqinisekisa ukuba abemi baseMzantsi Afrika bafumana ukhuseleko abaludingayo, banciphise okanye baphelise amatyala abo emizi kwaye sibanikeze uqeqesho lwezemali abaludingayo ukuze bakhe i-asethi nge-DuePoint etshintsha ubomi babo ngonaphakade.

Xa na ufuna ulwazi oluthe vetshe ndwendwela uWWW.DuePoint.net