
Nivile na igama lokwe nyani lika tata umfundisi uEnigma?
Thabile Mbande.
Utata wethu emva kwethutyana sele etrenda ngokwelwimi lasemzini,ude waba kanti ufikelele kwisigqibo soba uzakusinika nkcukacha ezithe vetshe ngaye ,
Ukuba uyinto kabani yena.
Usinabisele ke uMnu uEnigma ukuba ungubani kabani yena kanye kanye.
rhabula apha ke nto yakuthi ungafincii
Nanga ke amazwi ebebekwa ngutata
Ekhasini Eli bizwa ngo Tiktok
Uthi: ‘’ yoh I have my name and today I will introduce my name for the first time ,my name is Pony-Pony / Poni-Poni Philip Thosa, that’s my name ,South Africa will know it today ,from your show that’s my name .’’ , uyaqhabalaka ke utata ezi chaza nokuba ungowaphi ‘’ I’m from Vaal Everton ‘’ usichazela nange bandla lakhe elaziwa ngokuba yi Word Center eVaal kwi phondo lase Gauteng
Soze uphinde uthi awumazi uTata uPoniponi usukela namhlanje ukubheka phambili , owaziwa ngu – wonke wonke ngegama adume ngalo elithi Enigma.
Ukuba kutheni ithathe ixesha layo ukuzazisa eluntwini lenkonde,
Nguye noThixo abaziyo njengoba esaziwa ngovakalisa ivangeli
Kubantu bakaThixo kwilizwe liphela.
Ngomhla we15- kwinyanga -EyeDwarha kumnyaka ka 2024.
